wonke 10 msebenzi unzima, utsho uJames ophelelwe ngamathemba.
Kwelinye icaia, abahlobo kunye nootitshafa bethu bayawathanda amazwi ethu kwaye baqinisekile ukuba singaphumefela kwikwaito.
Esi sibini, singamalungu eWestern Racket Squash Club eRoodepoort, siqhayisa ngemibala yakwefo
phondo noJames ubemele uMzantsi Afrika kwimidlalo yeCommonwealth kulo nyaka uphelileyo eMa(aysia.
Ngokuqinisekileyo uJames ngoyena mdlali ubalaseleyo, kwaye ngenxa. yenkqubo esetyenziswayo kwisquash sikwazile ukungadlali sonke ebaleni. Ebunyanisweni, yeyona nto imnandi kuba andithandi xa endoyisa, uyahleka.
Bobabini abathandi xa uJames ezama ukuqeqesha uJonathan. Uyandingxolisa xa ndisenza iimpazamo, uyakhalaza ujonathan.
Akandimameli xa ndimcebisa, uzikhusela ngelitshoyo ujames.
Bobabini bayahleka. Ngaphandle. koko asohlukaniswa, ucacisa atsho uJames egone ujonathan. Sila(a kwigumbi lokulala elinye, sinabahiobo abanye... Kodwa siyohlukana xa sindwendwefa amaqaba.ne ethu!


Bcibalekela iqela elinye
Amawele anomkhitha aseMamelodi, uTshepo noThabo Thobejangope abaneminyaka eli-18 bayiqheliie ingxwabangxwaba abayenzayo xa bengena ebaleni.
Nangona sinxiba iinombolo ezohlukileyo, amagosa asadideka, bade babhala igama likaThabo kwiincwadi zakuMantla eRhawuti njengoyena onerekhodi le-400m lamakhwenkwe aneminyaka
Bdkk imidklo
EFANAYO
engaphantsi kweli-1 7, utsho uTshepo. UTshepo, intshatsheli ekhonyayo
ye-under-19 yeGauteng North boys uthabathe inxaxheba kwiWorld Youth Games ngo-1 998 ukwayintshatsheli yeWorld Junior Championships ngo1 999 eRussia naseFrance ngokunjalo. Ubekwalilungu leqeja laseMzantsi Afrika elaphumelela igolide kwirelay ye-400m kwiAfrican Junior Championships eTunisia kunyaka ophelileyo.
UThabo, owaphumelela icap yokuqala eAustralia kwiminyaka emithathu eyadlulayo uyintshatsheli yephondo kwi-under-19 ku-800m champion kwaye kuye kwafuneka akwamkele ukuphuma alandele iwele lakhe ku-400m.
Njengokuba sibaleka imigama eyohlukeneyo, asibaleki sobabini, utsho uThabo. Kodwa sisaziqeqesha sobabini. Sabelana ngesikunqwenelayo kwaye sizimisele ukukhuphisana kwiSydney Olympics.


Baneenongo
Ukusukela oko baqala ukudlala ibasketball kwiminyaka emihlanu eyadlulayo, amawele anama-21 akwaMakena aseMamelodi ebesoloko ejikeleza ibala nabantu abadlala nabo. Bewufundiswe ngumntakwabo uMpho lo mdlalo, bobabini sebengabafaki manqaku abagqwesileyo.
lBasketball ngumdlalo onokudlalwa ngumntu omnye kwaneqela, kwaye mna noThabo siyakonwabela ukudlala ecaleni komnye, utsho uTebogo. Kuxa sidlala singayeki - siyayazi indlela omnye adla(a ngayo.
Sineempazamo zethu nathi, uyavuma uThabo. UTebogo usoloko endicela ukuba ndingabinachuku xa ndikhusele kwaye ndiyikhalazela kakhulu into yokukhawuleza apheleIw ngamancila. Ngaphandle koko, nangona, siziva ingathi slahlekile rhoqo xa omnye engadlali.
Amawele afunda unyaka wawo wokuqala eMamelodi Technical
Abacllati ababalaseteyo uJonathan noJames Letlake (enxibe ikepu)
72 BONA XHOSA - April 2000



Coilege - uThabo wenza izifundo zemarketing ngelixa uTebogo enza izifundo zokulungisa iinwele. Badlalela elinye lamaqela aziwayo elizwe ebasketball iMamelodi Charioteers, kwaye sebelimele kabini iphondo labo.


Baiiamathuba aqaqambileyo
Abasebatsha kugqatso nguBoitumelo noRefilwe Lehlabe abane-1 5 leminyaka baseMametodi. Basenonyaka bebaleka kwaye baye baqeqeshelwa ukuba bajoyine iqela leembaleki elaziwayo iPVM ngumqeqeshi uGodwin Odinukaeze.
Umqeqeshi uye wasibona kukhuphiswano lwee-interhouses esikolweni sethu xa sonke saphumelela i-800m kumaqela ethu ohlukeneyo, utsho uBoitumelo ngelixa uRefilwe evuma. Wasibona ukuba sinesiphiwo sendalo sokuba ziimbaleki kwaye ngoku sobabini sinethemba lokuzenzela igama ku-lOOm naku-200m.


Baziimbaleki
Abatundi abenza uGrade-11 eLehlabile High School eMamelodi Gardens, uThabo noThabang Mkhawana onama-2O bakhuphisana ku-400m naku-800m. Amalungu eGauteng North Squad ukusukela ngo1997 banqwenela ukuba ziintshatsheli zelizwe nokukhuphisana kwiOlympics ngenye imini.
Sidla ngokukhuphisana sobabini utsho uThabo, kwaye uThabang nguye osoloko ephuma phambili. Andonwabi xa endohlula kwaye nangona ndizixolisa ngokuthi akunamsebenzi kuba indebe iza ekhaya, ndibona ukoyiswa kwam njengoceto-mngeni lokuba ndizimisele ngethemba lokumohlula ngenye iminil


Abafaki manqaku
liokishi yaseSebokeng evaat Triangle likhaya labadlali bevolteyball abanama-20 eminyaka uLora noLorraine Disenyeng. Bobabini ngabatundi abenza unyaka wokuqala kwi-cost and management accounting eWitwatersrand Technikon. bawufundiswa ngudadewabo lo mdlalo kwiminyaka emithandathu eyadlulayo.
ULora. oyingcali yokuseta, noLorraine, osispiker,
bobabini badlalela iqela lokuqala lasetekhnikhon
kwaye baphumelele imibala yamaphondo.
Ukuya kudlala kwabo kumazwe aphesheya
kwaphanza, xa iqela laseMzantsi Afrika Iingazange
libenamali yokuya kwiWorld Student Games eSpain.
Sinethamsanqa lokuba iindawo esizidlalayo neziphiwo zethu azifani, utsho uLora. Mna ndiyaseta ize uLorraine abethe kwaye okwangoku 00 nto isenze sahlala sidlalela iqela elinye.
Amawele, akwaprekthiza omabini, ayavuma
ukuba eyona nto imbi ebaleni yinto yokuba
bathanda ukungxolisana xa bedlala kakubi.
Xa singadlali singabahlobo abasenyongweni,
utsho uLorraine encumile. Asohlulwa nto -kungoku
nije sithandana nabantu abazalwa kunye. 


Sim.hI Kokwkho
Nazi izipho zabafundi beBONA - zania ithamsanqa lakho ngoku!
lycicocisis
Nasi isixhobo esimandla sokukunceda ugxothe intsholongwane emzini wakho - iAddis Flip Top Bin eyi-46 litha inolutho olulwa neentsholongwane notubizwa ngokuthi yiMicroguard ethintela ukuntshula kweentshotongwane. Xa Io mgqomo wenkukuma usakhiwa kutakwa iMicroguard, ayihlambeki kwaye ihlala ithuba elide lo gama le mveliso isekho.
lsetyenziswa ndawonye neenkqubo zokucoca emzini wakho ibangela kubekho imeko-bume enempilo, okuthile onokukuthanda xa iqondo lobushushu Iiphezulu lithanda ukukhuthaza ukuntshula kweentsholongwane.
Ngenxa yabakwaAddis sine-5 ye-46 Iitre Ftip Top Bins esiza kuphisa ngazo kubafundi beBONA. Ukze ungenete, bhala igama nedilesi yakho kwiposkhadi uyithumele kwa: BONA/Addis Flip Top Bin Give-away, Suite 33, P/Bag X1002, Claremont 7735, Mayifike kuthi ngaphambi komhla wama-28 kuAprili 2000.
Kuluiiqele ihlobo!
llungele iibhrayi ngethuba leehotide naxa ninepikniki, nazi iiAddis lce Bags ezithambileyo, ezomeleleyo, zilunga naphi kwaye zinokusongwa luIa zibekwe endaweni yazo xa zingasetyenziswa.
Unokukhetha kwezi bhegi zizisayizi ezintathu ezithwala iikani ezili-12, ama-30 eekani kwanethwala ama-48 eekani - inepokotho yokufaka izitshixo, icellphone nezinto ezibalulekileyo
ingxowana ebuntsefuntsefu yokufaka iimagazini okanye iimpahla ezimanzi ezinesanti.
Ezi bhegi zikhuselekile kubushushu, zezenayilon engangenwa manzi zikwanomngaphakathi ongavuzi nto leyo ezibangela zilungele uhambo ngemoto iipikniki zosapho okanye imvakwemini elwandle okanye kwibala lemidlalo.
Ngenxa yabakwaAcldis, siphisa nge-1O Ieelce Bags kubafundi beBONA. Ukuze ungenele, bhala igama nedilesi yakho kwiposkhadi uyithumele kwa: BONA/lce Bag Give-away, Suite 33, P/Bag x1001, Ctaremont 7735. Mayifike kuthi ngaphambi komhla wama-28 kuAprili
2000.

74 BONA XHOSA - April 2000
Yeiiza isiqalo esihie
Nantsi indlela ongamnceda ngayo umntwana wakho - Jcukho incwadi yokufunda ube udlala ethi CNA/Maskew Mitter Longman Learning Programme for Children. Kukho iNkqubo Yokufunda Enceda Abazali ukuze bakwazi ukunceda abantwana babo abakuGrade 1 ukusa kuGrade 4, kodwa ngoku kukho ongamnceda ngako umntwana wakho osekumabanga aphanlsi ngale Begin At Home Programme.
ljoliswe kubantwana abaminyaka imihlanu nangaphezulu pakethi nganye ineencwadi ezinceda umntwana wakho ngokufaka imibala, ubunjani, amanani, amalungu omzimba njl. kwanokumnceda asebenzise ipensile neekhrayon xa etaka imibala okanye ehlanganisa amachaphaza. Kukho nencwadi eluncedo ekufumaneni inkcazelo nemisebenzi engakunceda umxhobisele uGrade 1 umntwana wakho. Ukuze upheletise le seti, kukho iParents Guide echaza ngokufuneka ukwazi ngenkqubela yomntwana osepre-school kwneemfuno nendlela engcono yokusebenzisa inkqubo ethi Begin At Home ukuze asixhobele isikoto.
lBegin At Home ixabisa i-R89,95, okanye ncwadi nganye unokuyithenga nge-R16,95. Abafuncii beBONA ngamnye kubo unokufumaha iseti yosapho -ngenelani ngoku.
Bhata igama nedilesi yakho uyithumele ngeposkhadi kwaBONA/Begin At Home Giveaway, Box 32067, Mobeni 4060. Mayifike kuthi ngaphambi komhla wama-28 kuAprili
2000.




ULawrence Super Bad Ngobeni uthenjiswe ithuba lokulwela intshinga yehlabathi yeLightweight obesoloko eyinqwenela kwaye angayiphumelela

A
 BADLALI abangamadoda nabasetyhini kwihlabathi jikelele baxakekile benza amalungisetelo okugqibela eeOlympic Games zalo nyaka eziza kuba seSydney eAustralia - kodwa imbethi-manqindi yaseMzantsi Afrika eneminqweno nengazange ivume ukuya emidlalweni yeeolympios ka-1992 isenomnqweno wayo wokuba yintshatsheli yehlabathi yeLightweight.
Kudata ndandinqwenela ukuba yintshatsheli yehlabathi.Yiloo nto eyabangela ukuba ndingene kudidi Iweembethi-manqindi ezihlawulwayo endaweni yokuba ndiye emidlalweni yeeOlympics eBarcelona. Uvavanyo lwabadtali ababeza kuya kuloo midlalo lwaba ngemini enye novavanyo lweembethi-manqindi ezingahlawulwayo ezituna ukungena kudidi lwezihlawulwayo, utshito uLawrence Super Bad Ngobeni.
UNgobeni ongowaseLynnville ewitbank akazisoli ngokwenza eso sigqibo. Kwiminyaka esibhozo edlulileyo ubezama kangangoko anako ukuzibeka kwindawo entle kuluhlu lweembethi-manqindi ukuze afumane ithuba Iokulwela intshinga yehlabathi angekade alitumane ithuba 1okuyilwla. Kungoku nje sele elwe imilo engama-27 ayiphumelele yonke ukanti kweli-17 waphumelela ngeTKO.
Njengoko eyimbethi-manqindi yodidi lweLightweight ngokwendalo wakhathazeka xa intshatsheli yayo uNaas Scheepers wayekuphepha ukutwa naye iminyaka emibini. kangangokuba wade wazama ukunyukela kubunzima obungasentla ngokucela umngeni kwintshatsheli yeli yewelterweight, uAaron Kabi,
ezemidhilo
76 BON. HOSA - April 2000

Uuper Bcid
fiukub yintshtsheIi yehlbthi
